UTANDO (Xhosa Version)

UTANDO (Xhosa Version)

A Poem by Zamantungwa Da Poetess
"

Dedicated to the love of my life Sfiso, its written in xhosa but there is an English version, soon to be posted. :-)

"
Unditandile
Ewe ude wavuma
Kuba xa ndisecang’ kwakhe
Uziva ephelele njengendoda
Uy’thete le endibambe ngesandla
Endijonge kwintlantsi zamehlo
Ewe unditandile

Ndimtandile
Kuba undenze ndancuma
Emva kwexesh’ elide ndingenavuyo
Undenza ndizive ndingumntu
Iimincili yomzimba wam yonke
Ayikwaz nobambeka
Ngelixa eyam intliziyo ijonge kwesam isinqandamathe
Ewe ndimtandile

Siyatandana
Ungowam
Ndingowakhe
Iintliziyo zethu zibetha kanye
Kwaye kuyawuhlala kunjalo
Uske anditeketise ngelika “standwa”
Ndibetwe ngamahloni,
Ndipendule ngelika “tat’ ekaya”
Sendipuzwa nje kudala ndinxaniwe
Lunxano bendingenakulizalisekiza ngaphandle kwakhe
Izandla zakhe emagxeni ami
Sisiqinisekiso
Kudala silindele elithuba
Ewe siyatandana

QDP
I tweet @PompomLaugher please do follow me

© 2013 Zamantungwa Da Poetess


Author's Note

Zamantungwa Da Poetess
Thank you for taking time to read this... Please feel free to leave a commennt or your opinion on the poem. :-)

My Review

Would you like to review this Poem?
Login | Register




Share This
Email
Facebook
Twitter
Request Read Request
Add to Library My Library
Subscribe Subscribe


Stats

30911 Views
Added on April 28, 2013
Last Updated on April 28, 2013
Tags: xhosa, love, utando, hearts, poetry, poems, romance, life

Author

Zamantungwa Da Poetess
Zamantungwa Da Poetess

Johannesburg, Gauteng, South Africa



About
I write poetry to heal, celebrate and encourage myself through life. I write on every topic that touches me at the very moment and I'm also working on a song/poem collabo with an upcoming South Africa.. more..

Writing